INCWADANA
Lisebenza ngokungaxhomekekanga kwiSAPS ngenyaniso nangokukhutheleyo ekuphengululeni amabango okuziphatha kakubi nakulwaphulo -mthetho ngamalungu eSAPS. Injongo yayo kukuphuhlisa indlela yokuziphatha efanelekileyo kumapolisa.
ukufa kwabantu eluvalelweni ngamapolisa okanye ngenxa yezenzo zepolisa (njengokudubula, ukuhlasela).
ukubandakanyeka kwamalungu eSAPS kwizenzo zolwaphulo-mthetho njengokuhlasela, ukuba, urhwaphilizo, ukuphanga,udlwengulo namanye amatyala olwaphulo-mthetho.
izimilo zamapolisa okanye ukuziphatha okuthintelwayo ngokweMithetho eMileyo yeSAPS okanye iMimiselo yamaPolisa, njengokungakhathaleli imisebenzi okanye ungaphumeleli ukuthobela umgaqo wokuziphatha.
ukungoneliseki/ izikhalazo ngenkonzo elambathayo enikezwa ngamapolisa.
ukungakwazi ukuziphatha okanye amatyala awenziwe ngamalungu eeNkonzo zamaPolisa ooMaspala (MPS)
YINTONI I-ICD ENGENAKUHAMBISANA NAYO KWAYE KUTHENI?
izikhalazo zezehlo ezenzeka ngaphambi kokuba izinziswe, oko kukuthi ngaphambi koTshazimpuzi ka-1997 nezo zenzeke ngaphezu konyaka phambi kokuba zixelwe kwi-ICD, ngaphandle kokuba kuneemeko ezingaqhelekanga.
Izikhalazo malunga nesitafu seNkonzo zoBulungisa, amagosa asenkundleni, namalungu oMkhosi woKhuselo waseMzantsi Afrika.
NGUBANI OMAKAKHALAZE NGOKUMANGALA?
Nawuphina umntu, nokuba nguwuphi onjengengqina lexhoba, okanye ummeli.
Imibutho engeyiyo ekaRhulumente kunye neyasekuhlaleni.
ISIKHALAZO NDINGASIMANGALELA NJANI?
Ukufela elugcinweni okanye kwisenzo Ukuziphatha kakubi kwamapolisa Ukusilela kuphengululo Ukusilela ekuncedeni ukuphatha kakubi
Uphengululo Ukuxoxwa kwetyala
Ukutyelela indawo yolwaphulo-mthetho
Ukufumana iinkcazo
Ingxelo yokunconywa kwiDPP nekopi kwiSAPS Ingxelo kumxhasi
Ukumangalela
Ukuvela enkundleni iSebe leNtshukumo leSAPS Ingxelo kumxhasi
Ukugwetywa/ukugwetyelwa Isohlwayo/ukugwetyelwa Ingxelo kumxhasi
I-ofisi yeSizwe
Imfonomfono: 012 392 0400
Ifeksi: 012 320 3116
IRhawuti
Imfonomfono: 838 2875/6 Ifeksi: 834 2118
INtshona Koloni
Imfonomfono: 426 0700 Ifeksi: 426 0705
Imfonomfono: 305 8370 Ifeksi: 305 8214
Imfonomfono: 295 5561 Ifeksi: 295 3409
IMpuma Koloni
Imfonomfono 642 1667 Ifeksi 643 3615
UmNtla Ntshona
Imfonomfono: 381 1490 Ifeksi: 381 1495
UmNtla Koloni
Umgangatho we-9 Isakhiwo seNkonzo zemiSebenzi
Imfonomfono: 831 7390 Ifeksi: 832 5615
IMpumalanga
Imfonomfono: 752 4316 Ifeksi 752 2602
Imfonomfono: 430 8100 Ifeksi: 430 8852
ISIBHENGEZO ESIBHALIWEYO
Iqela labongameli lezikhalazo elizimeleyo (ICD)
Xa ngaba unezikhalazo, iinkcazelo okanye izincomo ezinxulumene namalungu eNkonzo zamaPolisa oMzantsi Afrika, dibana ne-ICD:
I-ofisi yeSizwe
Imfonomfono: 012 392 0400
IRhawuti
Imfonomfono: 838 2875/6 Ifeksi: 834 2118
INtshona Koloni
Imfonomfono: 426 0700 ifeksi: 426 0705
Imfonomfono: 305 8370 Ifeksi: 305 8214
Imfonomfono: 295 5561 Ifeksi: 295 3409
IMpumalanga Koloni
Imfonomfono: 642 1667 Ifeksi: 643 3615
UmNtla Ntshona
Imfonomfono: 381 1490 Ifeksi: 381 1495
UmNtla Ntshona
Imfonomfono: 831 7390 Ifeksi: 832 5615
IMpumalanga
Imfonomfono: 752 4316 Ifeksi: 752 2602
Imfonomfono: 430 8100 Ifeksi: 430 8852
